Inguqulelo ka responsible in isiXhosa

responsible

-noxanduva

Ubizo-magama /ri-spon-si-buhl/

isiphawulimore responsible, most responsible

  • 1

    -noxanduva
    The pilot of the plane is responsible for our safety Umqhubi wenqwelomoya unoxanduva lokhuseleko lwethu
  • 2

    -bangela
    -banga
    -enza
    A hole in the road was responsible for the accident Umngxuma osendleleni wabangela ingozi
  • 3

    -thembekile(yo)
    -nenkathalo
    I need a responsible person to look after the baby Ndifuna umntu othembekileyo wokugcina umntwana