Inguqulelo ka return in isiXhosa

return

-buyela

Ubizo-magama /ri-turn/

isenzireturned, returning

  • 1

    -buyela
    I will return to my home tomorrow Ndiza kubuyela ekhaya ngomso
  • 2

    -buyisa
    -buyisela
    You can borrow my book, but please return it Ungayiboleka incwadi yam, kodwa uncede uyibuyise