Inguqulelo ka reverse in isiXhosa

reverse

-guqula

Ubizo-magama /ri-verss/

isenzireversed, reversing

  • 1

    -guqula
    -jika
    If you reverse the order of the numbers 7 8 9, you get 9 8 7 Ukuba uyakuguqula ukulandelelana kwamanani isi-7 8 9, ufumana isi-9 8 7
  • 2

    -buyisa umva
    -hamba ngomva ngokungekho sikweni
    He reversed the car Uyibuyise umva imoto