Inguqulelo ka rich in isiXhosa

rich

-tyebile(yo)

Ubizo-magama /ritsh/

isiphawuliricher, richest

  • 1

    -tyebile(yo)
    -fumile(yo)
    He's a rich man with a lot of money Uyindoda etyebileyo enemali eninzi
  • 2

    -tyebile(yo)
    -qhelezela(yo)
    This area is rich in coal and iron Le ndawo yindawo etyebe ngamalahle nentsimbi