Inguqulelo ka rigid in isiXhosa

rigid

-qinile(yo)

Ubizo-magama /rij-id/

isiphawulimore rigid, most rigid

  • 1

    -qinile(yo)
    -omelele(yo)
    -lukhuni
    Choose a rigid piece of wood that will not bend Khetha uluthi oluqinileyo olungasoze lugobe
    → Synonym of stiff
  • 2

    -ngqongqo
    The rules are rigid; we can't change them Imithetho ingqongqo; asinakuyijika