Inguqulelo ka rise in isiXhosa

rise

-nyuka

Ubizo-magama /rize/

isenzirose, rising, risen

  • 1

    -nyuka
    Steam rises from the kettle Umphunga uyanyuka usuka eketileni
  • 2

    -nyuka
    The price of bread will rise Ixabiso lesonka liza kunyuka
    → Synonym of increase
  • 3

    -phakama
    -vuka
    We all rose when the principal came in Saphakama sonke xa kungena inqununu