Inguqulelo ka role model in isiXhosa

role model

umzekelo

isibizoPlural role models

Inzululwazi ngoluntu

  • 1

    umzekelo
    Mandla is a good role model for his younger brothers and cousins Umandla ungumzekelo omhle kubantakwabo nakubazala bakhe abancinane
    • someone you respect and would like to model yourself on
    • umntu omhloniphayo nonqwenela ukumlandela njengomzekelo