Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika roll in isiXhosa

: roll1roll2

roll1

-qengqeleka

isenzirolled, rolling

  • 1

    -qengqeleka
    A ball rolled down the hill Ibhola yanqengqeleka yehla induli
  • 2

    -guquka
    He rolled over and lay on his back Waguquka walala ngomqolo
  • 3

    -bumba
    -songa
    -rola ngokungekho sikweni
    Roll clay into a ball Bumba udongwe lube yibhola
    Roll the paper to form a tube Songa iphepha ulenze umbhobho

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika roll in isiXhosa

: roll1roll2

roll2

umqulu

isibizoPlural rolls

  • 1

    umqulu
    irolo ngokungekho sikweni
    a roll of paper umqulu wephepha
  • 2

    iroli
    Buy six bread rolls Thenga iiroli zesonka zibe ntandathu