Inguqulelo ka rough in isiXhosa

rough

-rhabaxa

Ubizo-magama /ruf/

isiphawulirougher, roughest

  • 1

    (surfaces)
    -rhabaxa
    -rhwexu
    rafu ngokungekho sikweni
    a rough plank iplanga elirhabaxa
  • 2

    (the sea)
    -lwa(yo)
    a rough and dangerous sea ulwandle olulwayo oluyingozi
  • 3

    (roads etc.)
    -bi
    rough roads iindlela ezimbi
  • 4

    (people)
    -krwada
    rough people who shout and fight abantu abakrwada, abakhwazayo nabalwayo
  • 5

    -ntlakantlaka
    I made a rough guess Ndenze intelekelelo entlakantlaka
    → Synonym of approximate
  • 6

    -ntlakantlaka
    -sisiqulunqo
    Draw a rough diagram of the machine Yenza umzobo womatshini osesisiqulunqo