Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika row in isiXhosa

: row1row2row3

row1

ingxabano

isibizoPlural rows

  • 1

    (argument)
    ingxabano
    Jo and Busi had an angry row UJo noBusi bebenengxabano embi
  • 2ngokungekho sikweni

    (loud noise)
    ingxolo
    Don't make such a row! Musani ukwenza ingxolo engaka!

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika row in isiXhosa

: row1row2row3

row2

-bhexa

isenzirowed, rowing

  • 1

    -bhexa
    -bheqa
    -rowa ngokungekho sikweni
    Paul rowed his boat across the dam UPaul walibheqa iphenyane lakhe wanqumla idama

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika row in isiXhosa

: row1row2row3

row3

umgca

isibizoPlural rows

  • 1

    umgca
    umqolo
    uludwe
    umkrozo
    irowu ngokungekho sikweni
    The children stood in a row Abantwana bema ngomgca
    Plant the mealies in rows Lima umbona ngemiqolo
    a row of trees ukrozo lwemithi
    rows of people imikrozo yabantu