Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika rule in isiXhosa

: rule1rule2

rule1

umthetho

Ubizo-magama /rool/

isibizoPlural rules

  • 1

    umthetho
    Please obey the rules Nceda, thobela imithetho
  • 2

    ulawulo
    The Cape was under Dutch rule IKapa yayiphantsi kolawulo lomthetho wamaDatshi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika rule in isiXhosa

: rule1rule2

rule2

-lawula

Ubizo-magama /rool/

isenziruled, ruling

  • 1

    -lawula
    -phatha
    The president ruled the country well Umongameli walilawula kakuhle ilizwe
  • 2

    -krwela umgca
    Use a ruler to rule a line across the page Sebenzisa irula ukrwele umgca onqamleze iphepha