Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika run in isiXhosa

: run1run2

run1

-baleka

Ubizo-magama /run/

isenziran, running, run

  • 1

    -baleka
    He ran to the gate Wabalekela esangweni
  • 2

    -hamba
    -baleka
    The river runs slowly Umlambo uhamba kancinane
    → Synonym of flow
  • 3

    -phatha
    -ongamela
    The principal runs the school well Inqununu isiphatha kakuhle isikolo
    → Synonym of manage
  • 4

    -hamba
    Do the trains run on Sunday? Iitreyini ziyahamba ngeCawa?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika run in isiXhosa

: run1run2

run2

ukubaleka

Ubizo-magama /run/

isibizoPlural runs

  • 1

    ukubaleka
    umbaleko
    The athlete is ready for a run Imbaleki ikulungele ukubaleka