Inguqulelo ka satisfied in isiXhosa

satisfied

-anelisekile(yo)

Ubizo-magama /sat-iss-fide/

isiphawulimore satisfied, most satisfied

  • 1

    -anelisekile(yo)
    Your work is fine; I'm satisfied with it Umsebenzi wakho mhle; ndanelisekile nguwo
    → Antonym of dissatisfied
  • 2

    -hluthi
    -anele
    I had a good lunch, and I feel satisfied Ndibe nelantshi emnandi, yaye ndihluthi