Inguqulelo ka savage in isiXhosa

savage

-neengcwangu

Ubizo-magama /sav-ij/

isiphawulimore savage, most savage

  • 1

    -neengcwangu
    -khohlakele(yo)
    -noburhalarhume
    A savage dog attacked the children Inja eneengcwangu yabahlasela abantwana