Inguqulelo ka save in isiXhosa

save

-sindisa

Ubizo-magama /sayv/

isenzisaved, saving

  • 1

    -sindisa
    -hlangula
    The doctor saved Jacob's life Ugqirha wasindisa ubomi bukaJacob
    He saved the children from a fire Wahlangula abantwana emlilweni
  • 2

    -onga
    -londoloza
    This machine saves time Lo matshini uyalonga ixesha
    Save electricity! Yonga umbane
  • 3

    -gcina
    -gcinela
    -bekela
    Bongi is saving money to buy a cellphone UBongi ugcina imali yokuthenga iselfowuni
  • 4

    -gcina
    -bekela
    -gcinela
    Save some food for tomorrow Okunye ukutya kugcinele ungomso
  • 5

    ikhompyutha
    -gcina
    -faka
    -valela
    -seyiva ngokungekho sikweni
    Have you saved your document? Uluseyivile uxwebhu lwakho?