Inguqulelo ka scan in isiXhosa

scan

-qwalasela

Ubizo-magama /skan/

isenziscanned, scanning

  • 1

    -qwalasela
    -krwaqula
    -balekisa amehlo
    • to look through a text quickly in order to look for specific information
    • ukujonga itekisi ngokukhawuleza ukukhangela ulwazi oluthile
  • 2

    ikhompyutha
    -skena
    • to convert a paper document or picture so that you can store it or work with it on a computer
    • ukuguqula into ebhaliweyo okanye umfanekiso ukuze ukwazi ukuwugcina okanye ukusebenza ngawo kwikhompyutha