Inguqulelo ka scent in isiXhosa

scent

ivumba elimyoli

Ubizo-magama /sent/

isibizoPlural scents

  • 1

    ivumba elimyoli
    ivumba elimnandi
    the scent of roses iivumba elimyoli leerowuzi
    → Synonym of smell
  • 2

    umkhondo
    The dogs followed the scent of a jackal Izinja zilandele umkhondo kadyakalashe
    → Synonym of smell
  • 3

    isiqholo
    iphefyum ngokungekho sikweni
    She bought a bottle of scent Uthenge ibhotile yesiqholo

Usetyenziso

Don't pronounce the 'c' in 'scent'.