Inguqulelo ka schedule in isiXhosa

schedule

isicwangciso senkqubo

Ubizo-magama /shed-yool or sked-yool/

isibizoPlural schedules

  • 1

    isicwangciso senkqubo
    uludwe lwenkqubo
    udweliso lwenkqubo
    ishedyuli ngokungekho sikweni
    I have a busy schedule this week Ishedyuli yam ixakekile kule veki

Inguqulelo ka schedule in isiXhosa

schedule

-cwangcisa

Ubizo-magama /shed-yool or sked-yool/

isenzi

  • 1

    -cwangcisa
    I'm scheduling two jobs tomorrow Ndicwangcisa imisebenzi emibini ngomso

Inguqulelo ka schedule in isiXhosa

schedule

-cwangcisa

Ubizo-magama /shed-yool or sked-yool/

isenzi

  • 1

    -cwangcisa
    I'm scheduling two jobs tomorrow Ndicwangcisa imisebenzi emibini ngomso