Inguqulelo ka scrape in isiXhosa

scrape

-khuhla

Ubizo-magama /skrayp/

isenziscraped, scraping

  • 1

    -khuhla
    -krwela
    Scrape the mud off your shoes with a stick Khuhla udaka ezihlangwini zakho ngokhuni
  • 2

    -khuhla
    -krwela
    He scraped the car against a pole Wayikhuhla epalini imoto