Inguqulelo ka search in isiXhosa

search

-khangela

Ubizo-magama /surtsh/

isenzisearched, searching

  • 1

    -khangela
    -zingela
    I am searching for my keys Ndikhangela izitshixo zam
  • 2

    -gqogqa
    -khangela
    -setsha ngokungekho sikweni
    The police searched the house and found guns Amapolisa ayigqogqa indlu afumana imipu

Inguqulelo ka search in isiXhosa

search

ukukhangela

Ubizo-magama /surtsh/

isibizo

  • 1

    ukukhangela
    ukufuna

Inguqulelo ka search in isiXhosa

search

ukukhangela

Ubizo-magama /surtsh/

isibizo

  • 1

    ukukhangela
    ukufuna