Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika second in isiXhosa

: second1second2

second1

-esibini

Ubizo-magama /sek-uhnd/

iceba & isihlomelo

  • 1

    -esibini
    February is the second month of the year UFebhruwari yinyanga yesibini enyakeni
    He came second in the race Uphume isibini elugqatsweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika second in isiXhosa

: second1second2

second2

umzuzwana

Ubizo-magama /sek-uhnd/

isibizoPlural seconds

  • 1

    umzuzwana
    There are 60 seconds in one minute Kukho imizuzwana engama-60 kumzuzu omnye