Inguqulelo ka secure in isiXhosa

secure

-khuselekile(yo)

Ubizo-magama /suh-kyoor/

isiphawulimore secure, most secure

  • 1

    -khuselekile(yo)
    -qinile(yo)
    Make sure the ladder is secure before you climb it Qinisekisa ukuba ileli iqinile phambi kokuba ukuyokhwele
  • 2

    -ngenaxhala
    Children need to feel safe and secure Abantwana bathanda ukuziva bekhuselekile yaye bengenaxhala
  • 3

    -khuselekile(yo)
    Lock the house and make sure it's secure Tshixa indlu uqinisekise ukuba ikhuselekile