Inguqulelo ka security in isiXhosa

security

ukhuseleko

Ubizo-magama /suh-kyoor-i-tee/

isibizo

  • 1

    ukhuseleko
    Burglar bars will improve the security in this house Iintsimbi zokukhusela uqhekezo zilwenza ngcono ukhuseleko kule ndlu
  • 2

    ukhuseleko
    We all want financial security Sonke sifuna ukhuseleko lwezemali