Inguqulelo ka see in isiXhosa

see

-bona

Ubizo-magama /see/

isenzisaw, seeing, seen

  • 1

    -bona
    I have seen your cat Ndiyibonile ikati yakho
  • 2

    -bona
    -qonda
    Do you see what I mean? Uyayibona le nto ndiyitshoyo?
    → Synonym of understand
  • 3

    -bona
    The doctor can't see you today Ugqirha akazi kukubona namhlanje
  • 4

    -bona
    -qinisekisa
    See that all the doors are locked Qinisekisa ukuba yonke iminyango itshixiwe
    → Synonym of ensure