Inguqulelo ka semi-final in isiXhosa

semi-final

-andulela owamanqam

Ubizo-magama /sem-i-fine-uhl/

isiphawuli

  • 1

    -andulela owamanqam
    -phambi kowokugqibela
    Is your team in the semi-final match? Ngaba iqela lakho likumdlalo owandulela owamanqam?