Inguqulelo ka sequence in isiXhosa

sequence

ulandelelwano

Ubizo-magama /see-kwunss/

isibizoPlural sequences

  • 1

    ulandelelwano
    These numbers are arranged in sequence, from the smallest to the largest: 2, 4, 6, 7 La manani abekwe ngokolandelelwano, ukusuka kwelincinane ukuya kwelikhulu: 2, 4, 6, 7
  • 2

    uthotho
    udederhu
    A sequence of fires destroyed the town Uthotho lwemililo luyitshabalalisile idolophu