Inguqulelo ka serious in isiXhosa

serious

-mandla

Ubizo-magama /seer-ri-uhss/

isiphawulimore serious, most serious

  • 1

    -mandla
    -nengozi
    -mandundu
    -masikizi
    His illness is serious; he is in hospital Isigulo sakhe simandundu; usesibhedlele
    a serious accident ingozi emasikizi
  • 2

    -nondileko
    Our teacher looks serious today Utitshala wethu ukhangeleka enondileko namhlanje
  • 3

    -balulekile
    -mandla
    Choosing a career is a serious decision Ukukhetha umsebenzi sisigqibo esimandla