Translation of settlement in isiXhosa

settlement

indawo ehlala abantu

Pronunciation /set-l-muhnt/

nounPlural settlements

  • 1

    indawo ehlala abantu
    We live in a small settlement near Dadamba Sihlala kwindawo encinane ehlala abantu ngaseDadamba
  • 2

    ulungiso
    imvano
    isisombululo
    imvumelwano
    isigqibo
    The two families discussed the problem, and reached a settlement Iifemeli ezimbini zayixoxa ingxaki zaze zafikelela kwimvumelwano
    → Synonym of agreement