Inguqulelo ka sexual in isiXhosa

sexual

PC+isini

Ubizo-magama /sekss-yuul or sek-shuul/

isiphawuli

  • 1

    PC+isini
    Sexual organs are the parts of the body that are different in males and females Amalungu esini ngamalungu omzimba ahlukileyo ebafazini nasemadodeni