Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika shade in isiXhosa

: shade1shade2

shade1

umthunzi

Ubizo-magama /shayd/

isibizo

  • 1

    umthunzi
    Dennis and Gigi sat in the shade of the tree UDennis noGigi bahlala emthunzini womthi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika shade in isiXhosa

: shade1shade2

shade2

-khusa

Ubizo-magama /shayd/

isenzishaded, shading

  • 1

    -khusa
    A tree shades the garden Umthi ukhusa igadi
  • 2

    -gquma ngombala obumnyamarha
    Use a pencil to shade part of the diagram grey Sebenzisa ipensile ugqume inxenye yomfanekiso ibe ngwevu