Inguqulelo ka shell in isiXhosa

shell

iqokobhe

Ubizo-magama /shell/

isibizoPlural shells

  • 1

    iqokobhe
    small crabs living in sea shells oononkala abancinane abahlala kumaqokobhe aselwandle
    an egg shell iqokobhe leqanda
    the hard shells of snails and tortoises amaqokobhe alukhuni eenkumba namafudo
    the shell of a nut iqokobhe lenqoba