Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika shift in isiXhosa

: shift1shift2

shift1

-tshintsha

Ubizo-magama /shift/

isenzishifted, shifting

  • 1

    -tshintsha
    -tyhala
    -sunduza
    Please help me to shift the table Khawundincedise nditshintshe itafile
    → Synonym of move
  • 2

    -bhekela
    The cat shifted in the chair Ikati ibhekele esitulweni
    → Synonym of move

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika shift in isiXhosa

: shift1shift2

shift2

ishifu

Ubizo-magama /shift/

isibizoPlural shifts

  • 1

    (in a workplace)
    ishifu
    itshifu
    ishifti
    David works on the night shift UDavid usebenza kwishifti yasebusuku