Inguqulelo ka shoe in isiXhosa

shoe

isihlangu

Ubizo-magama /shoo/

isibizoPlural shoes

  • 1

    isihlangu
    Put your shoes on Nxiba izihlangu zakho
    Take your shoes off Khulula izihlangu zakho
    What size of shoe do you wear? Unxiba eyiphi isayizi esihlangwini?