Inguqulelo ka shopping in isiXhosa

shopping

ukuya ezivenkileni

Ubizo-magama /shop-ing/

isibizo

  • 1

    ukuya ezivenkileni
    ukuya kuthenga
    ishophingi ngokungekho sikweni
    We do our shopping on Saturday Siya ngoMgqibelo ezivenkileni
  • 2

    izinto ezithengiweyo
    Put all your shopping in the trolley Faka zonke izinto zakho ozithengileyo etrolini