Inguqulelo ka shut in isiXhosa

shut

-vala

Ubizo-magama /shut/

isenzishut, shutting

  • 1

    -vala
    Please shut the door Nceda, vala ucango
  • 2

    -vala
    -cimela
    Shut your eyes and sleep Vala amehlo ulale