Inguqulelo ka side in isiXhosa

side

icala

Ubizo-magama /side/

isibizoPlural sides

  • 1

    icala
    The sides of the box are blue, and the top is red Amacala ebhokisi aluhlaza umphezulu ubomvu
  • 2

    izibalo
    icala
    A cube has six sides Ityhubhu inamacala amathandathu
  • 3

    icala
    He fought on the side of the Russians Wayesilwa kwicala lamaRashiya