Inguqulelo ka slab in isiXhosa

slab

isixwemba

Ubizo-magama /slab/

isibizoPlural slabs

  • 1

    (stone)
    isixwemba
    isilebhu ngokungekho sikweni
    The floor is made of stone slabs Umgangatho wenziwe ngezixwemba zamatye
  • 2

    isixwexwe
    isilebhu ngokungekho sikweni
    a slab of chocolate isixwexwe setshokholethi