Inguqulelo ka slap in isiXhosa

slap

-thi mpaka

Ubizo-magama /slap/

isenzislapped, slapping

  • 1

    -thi mpaka
    -mpakaza
    -chwakraza
    -thi qhwa
    -qhwaba
    She slapped her brother when he laughed at her Wampakaza ngempama umntakwabo akumhleka