Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika slow in isiXhosa

: slow1slow2

slow1

-cotha(yo)

isiphawulislower, slowest

  • 1

    -cotha(yo)
    -cothozisa(yo)
    -ngcemba(yo)
    -nambuza(yo)
    -nwabuza(yo)
    She's a slow worker Ungumsebenzi ocothayo
    The traffic is slow Iimoto ziyacotha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika slow in isiXhosa

: slow1slow2

slow2

-thoba isantya

isenzislowed, slowing

  • 1

    -thoba isantya
    The runner slowed his pace Imbaleki yasithoba isantya sayo