Inguqulelo ka small in isiXhosa

small

-ncinane

Ubizo-magama /smawl/

isiphawulismaller, smallest

  • 1

    -ncinane
    -ncinci
    a small animal isilwanyana esincinane
    → Synonym of little
    This is the smallest house in the street Le yeyona ndlu incinane esitratweni
  • 2ngokungekho sikweni

    -ncinane
    -ncinci
    -mtsha
    When I was small we lived on a farm Ngokuya ndandisemncinane sasihlala efama
    → Synonym of little young