Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika smell in isiXhosa

: smell1smell2

smell1

ivumba

Ubizo-magama /smel/

isibizoPlural smells

  • 1

    ivumba
    Dogs have a good sense of smell Izinja ziliva msinyane ivumba
  • 2

    ivumba
    Roses have a lovely smell Iirowuzi zinevumba elimnandi
    a strong smell of curry ivumba lekhari elibukhali

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika smell in isiXhosa

: smell1smell2

smell2

-joja

Ubizo-magama /smel/

isenzismelt, smelling

  • 1

    -joja
    -nukisa
    -va
    We smelt smoke Seva umsi
  • 2

    -nuka
    This soap smells of roses Le sepha inuka iirowuzi
  • 3

    (have an unpleasant smell)
    -nuka
    This dog smells; I'll wash him Le nja iyanuka; ndiza kuyihlamba
    → Synonym of stink