Inguqulelo ka snap in isiXhosa

snap

-qhawuka

Ubizo-magama /snap/

isenzisnapped, snapping

  • 1

    -qhawuka
    The rope snapped Intambo yaqhawuka
  • 2

    (with a noise)
    -thi qwaba
    -aphuka
    I heard the stick snap Ndaluva uluthi lusithi qwaba
  • 3

    -ngqavula
    The dog snapped at my leg Inja yandingqavula emlenzeni wam