Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sole in isiXhosa

: sole1sole2

sole1

CC+pronoun stem + kuphela

isiphawuli

  • 1

    CC+pronoun stem + kuphela
    -dwa
    He is the sole wage-earner in the family; he supports everyone Nguye kuphela umntu owamkela umvuzo efemelini; uxhasa wonke umntu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sole in isiXhosa

: sole1sole2

sole2

umphantsi wonyawo

isibizoPlural soles

  • 1

    umphantsi wonyawo
    There's a thorn in the sole of my foot Kukho imeva kumphantsi wonyawo lwam
  • 2

    isoli
    These shoes have rubber soles Ezi zihlangu zinesoli yerabha

Usetyenziso

Don't confuse 'sole' with 'soul'.