Inguqulelo ka source in isiXhosa

source

iliso

Ubizo-magama /sawss/

isibizoPlural sources

  • 1

    (of a river)
    iliso
    umthombo
    The source of the river is in the mountains Iliso lomlambo lisezintabeni
  • 2

    isisele
    uvimba
    umthombo
    Eggs are a good source of protein Amaqanda asisisele esilungileyo seprotheyini
    South Africa is the source of much of the world's gold UMzantsi Afrika unguvimba wegolide yehlabathi lonke
  • 3

    imvelaphi
    What are the sources of the information? Yintoni imvelaphi yezi nkcukacha?
    → Synonym of origin

Usetyenziso

Don't confuse 'source' with 'sauce'.