Inguqulelo ka specialise in isiXhosa

specialise

-ba yingcali

(specialize)

Ubizo-magama /spesh-uh-lize/

isenzispecialised, specialising

  • 1

    -ba yingcali
    She wants to specialise as a surgeon Ufuna ukuba yingcali yogqirha otyandayo
  • 2

    -balasela
    This shop specialises in children's shoes Le venkile ibalasele ngezihlangu zabantwana