Inguqulelo ka specific in isiXhosa

specific

-the ngqo

Ubizo-magama /spuh-sif-ik/

isiphawulimore specific, most specific

  • 1

    -the ngqo
    -cacile(yo)
    -thile
    Give him specific instructions on how to repair a puncture Mnike imiyalelo ethe ngqo yokuba ilungiswa njani iphantshari
  • 2

    -the ngqo
    -ngaxoxiyo
    I have a specific job at home: I cook Ndinomsebenzi ongaxoxiyo ekhaya: ndiyapheka