Inguqulelo ka speech in isiXhosa

speech

intetho

Ubizo-magama /speech/

isibizoPlural speeches

  • 1

    intetho
    The president gave a speech to journalists Umongameli wenza intetho kwiintatheli
  • 2

    intetho
    ukuthetha
    His speech was slurred because he was drunk Intetho yakhe yayishwamzela, kuba wayenxilile