Inguqulelo ka speed in isiXhosa

speed

isantya

Ubizo-magama /speed/

isibizoPlural speeds

  • 1

    isantya
    amendu
    The car was travelling at great speed Imoto yayibaleka ngesantya esiphezulu
    at high speed ngesantya esiphezulu
    at low speed ngesantya esisezantsi
    at a speed of 120 kilometres per hour ngesantya esili-120 km ngeyure