Inguqulelo ka sperm in isiXhosa

sperm

idlozi

Ubizo-magama /spurm/

isibizoPlural sperms

inzululwazi ngezilo

  • 1

    idlozi
    During sexual intercourse, sperms are released by the male into the body of the female Ngelixa kusabelwana ngesondo, indoda ikhuphela amadlozi emzimbeni womfazi
    • a cell that is produced in the reproductive organs of male animals. It can join with a female cell to produce a young animal
    • iseli ephuma kumalungu okuzala esilwanyana esiyindoda (okanye esiyinkunzi). Inokudibana neseli yebhinqa (okanye yemazi) ukwenza umntwana