Inguqulelo ka spin in isiXhosa

spin

-jikeleza

Ubizo-magama /spin/

isenzispun, spinning

  • 1

    -jikeleza
    The wheels were spinning round fast Amavili ayejikeleza ngokukhawuleza
  • 2

    -jikeleza
    The children spun around until they were dizzy Abantwana bajikeleza bade banesizunguzane
  • 3

    -sonta
    She spins wool Usonta iwulu
  • 4

    -sonta
    The spider is spinning a new web Isigcawu sisonta uphinyephinye omtsha